Ezemidlalo

Ezoyolo

Izibhalo Ezitsha

IPolokwane City ingqinibe iChiefs yangena kwiTop 8 namhlanje emalanga

Idabi lobukhaya ebeliphakathi kwamaqela aseLimpopo liphele kungekho qela eliphumeleleyo. Oku kwenzeke emva kokuba iPolokwane City ibambene ngeqanda macala neSekhukhune United emdlalweni weDStv Premiership obubanjelwe...

Iphumile engxakini iSwallows ebethele iStellenbosch eyoyikwayo!

UMusa Nyatama wenze umsebenzi oncomekayo kwakhona kwiMoroka Swallows ityeli lesibini. Oku kwenzeke emva kokuba iSwallows ibethe iStellenbosch FC ngamagowuli amabini eqandeni emdlalweni weDStv Premiership...

Umntu ufunyenwe kubugoxo besakhiwo esidilikileyo eGeorge ephila!

Amaqela okukhangela nokuhlangula asebenza ukufumana amaxhoba kwingqushu yokudilika kwesakhiwo eGeorge. UMFANEKISO: HERMAN PIETERS/GARDEN ROUTE MUNICIPALITYEmva kwephulo lokukhangela nokuhlangula emva kokudilika kwesakhiwo eGeorge, eNtshona Koloni...

Ukudilika kwesakhiwo eNgcobo kusube imiphefumlo emihlanu

Isakhiwo sevenkile eNgcobo siye sadilika ngoLwesihlanu, nto leyo ikhokelele ekuswelekeni kwabantu kwanokwenzakala. UMFANEKISO: UTHUNYELWEKubhubhe abantu abahlanu emva kokudilika kwesakhiwo sevenkile eNgcobo eMpuma Koloni namhlanje...

Inye jwi into efunwa nguJose Riveiro phambi kokuvalwa kwesizini

Kushiyeke iiveki ezimbalwa ivalwe isizini yeDStv Premiership kwakhona. Ngusakabhe ebholeni ekhatywayo; ilelo iqela lilwela ukuvala isizini lisendaweni ebhetele okanye ehloniphekileyo. Nangona indebe yeDStv Premiership...

Inkwenkwe (11) ihlatywe yabulawa yinkwenkwe (9) ekutyholwa ukuba wayingcungcuthekisa

Kuthiwa abantwana besikolo ababini abaphuma kwizikolo ezahlukeneyo bebesendleleni egodukayo ngoLwesithathu wale veki, umhla wesibhozo kuCanzibe ka2024 malunga nentsimbi yesine malanga ngethuba kusenzeka umlo phakathi...

Amapolisa akhangela owasetyhini owayeye emngcwabeni waduka

ULitha Saki olahlekileyo. UMFANEKISO: SAPSAmapolisa aseHoneydew eGoli acela uncedo kuluntu ekufumaneni owasetyhini ogama linguLitha Saki, oneminyaka engamashumi amane anesibhozo (48).Kuthiwa usuke eMpuma Koloni esiya...

Ilwela ubomi bayo esibhedlele inkwenkwe eyagrabhuzwa isisu yaqhawulwa uqhoqhoqho!

Kwindlu ekuthwe kwabhaqwa kuyo inkwenkwana eneminyaka emine kwiilali eziphakathi kwaseSajonini naseLibode kwiveki ephelileyo. UMFANEKISO: UTHUNYELWEIchacha kakuhle inkwenkwana eneminyaka emine kuphela izelwe esibhedlele eMthatha nalapho...

BUKELA: Utsala neenkabi emasimini uParkies

Utsala neenkabi emasimini umama uThokozile Parkies (65) akavumi kuguga. NgoMvulo, umhla wesi6 kuMeyi 2024 uye wavuna umbona wakhe. Ulima akayeki kwifama iMazanow Carlton eDordrecht,...

URay Mali uthi iqela lesizwe leqakamba liqhwayela emva

Ray Mali (cricket) receives Steve Tshwete lifetime achievement award during the 2024 SA Sports Awards at the Sun City, Rusternburg on the 05 May...

Kule veki